Abahlali baseMjondolo of the Western Cape

WELCOME TO THE OFFICIAL SITE FOR ABAHLALI BASEMJONDOLO OF THE WESTERN CAPE:



ALUTA CONTINUA!!!!!!! UMZABALAZO UYAGQUBEKA!!!!!

AMANDLA NGAWEWTHU NGENKANI.

the struggle of the poor can not be led by intellectuals, academics, NGO's, Expects etc. Let the poor be the intellectuals of their own struggles, define their own struggles and alternatives. let the poor be guided by their own organic thinking and perspectives not by Marxist, Lenin and Trotsky

abm video's

Loading...

Tuesday, October 14, 2008

Life at WA informal settlement


WA Umzabalazo.



ULulama Mntwini wafika ngo1988 embhacwini kuba esambhacuza nanamhlanje iminyaka ide yayi20 uthi uhlelinje akanalo nethemba lokuba uyakuze athini nini phi xakutheni ,eyonanto imvisa ubuhlungu badinga izixhobo ezinje ngezindlu zangasese,nempompo kwaye nendawo inqongophele .


English translation


(Lulama Mntwini started living at informal settlement by 1988, after 20 years she still does not have access to toilet, and water, the most frustrating thing to her is that she does not know if she must wait how long in order for her to get a house)



Enye into eyenza ukuba singabinahoyo kungoba lendawo yethu iyalibalekakuba asifani sibenengxaki ezinje ngokutshelwa okanye ezinye ezimbi ezehlela ezinye imbhacu lonto ibangela ukuba singabikho kwiFolder okanye kwimephu lonto ibangela ukuba singahanjelwa ngabantu abanjonga umonakalo.



English translation


(There reason why our settlement is still unknown by many people, government housing department because this area does have major problem such as fire or criminal activities, that is this place is not even at the map)

Kwathi ngonyaka ka2006 kwezanyanga zemvula sangenelwa ngamanzi ezindlini sabe sithe gabhushunqu ngamanzi ndithi kwakudada zitya zingubo nebhedi zitoxotoxo sintantazela nentsana zethu singazi nokuba sizakuzifakaphi intloko zethu kwathi kusenjalo sabona ukuba masifowunele uCeba wethu azobona lentlekele sikuyo wafikaphi uceba engazange abonakalenje wasephendula wathi masiye eholweni elikufitshane eAndile Msizi apho safika samkelwa ngesuphu nango nomgcana bengubo sabesibaninzi apho.


English translation


(at 2006 the area was badly flooded and for the first time and people’s belonging were damage by water and we didn’t know what to do or where to go for help as the situation was beyond our control, and later on we decided to call our ward counselor for assistance and he told us to go to the community hall which is nearby to sleep at)


story by: Sisanda Jara

0721095251


WA informal settlement is is one of the areas that are working with ABM Western Cape and will be marching with ABM on the 22nd of October 2008 to the offices of local Municipality to demand service delivery for people that are living at informal settlements: for further details about the march please contact Mzonke Poni @ 073 2562 036


1 comments:

jsacks said...

Enkosi Sisanda. It must be very difficult not knowing when and if things will ever change.